
Ngaphandle Kwentandabuzo Esengqiqweni
Language



How Do I Honor My Father and Mother as a Young Adult?
-
Work together on setting clear boundaries. ...
-
Take an interest in their lives and feelings. ...
-
Tell them about your life. ...
-
Learn from them. ...
-
Express your appreciation for them. ...
-
Ask for a father's blessing. ...
-
Speak positively about them to others. ...
-
Pray for them.
Sibhalela abazukulwana bethu abakhethekileyo: Nisisipho esivela kuThixo, yaye ngamnye kuni uluvuyo olukhulu. Sinithanda nonke, yaye sithandaza yonke imihla ukuba uThixo azibonakalise kuni. Ngamnye wethu kuquka ngamnye kuni kufuneka agcine yonke imiyalelo yakhe. 2“Beka uyihlo nonyoko.” Nguwo lo umthetho wokuqala onedinga: 3Ukuba uyambeka uyihlo nonyoko, izinto ziya kulungelwa, ube nexesha elide emhlabeni Efese 6
Indlela yokuhlonipha utata nomama wethu?
Ukubathobela
Isibongozo sikaBawo: Zuza Ubulumko
8 Yiva, nyana wam, ekuthethiseni uyihlo;
Musa ukuwutyeshela umyalelo kanyoko.
9 Oko uthe wakufunda kubo kuya kukuthwesa imbeko, Nentambo emqaleni wakho;
-
Yiba nobubele kwaye wonwabe kubo Xa bekucela ukuba ubenzele okuthile?
-
Bahlonele xa uthetha nabo.
-
Chitha ixesha kunye nabo.
-
Musa ukuzicingela.
Kuba uThixo wathi: ‘Beka uyihlo nonyoko’ yaye ‘Othuka uyise okanye unina makabulawe afe. Mateyu 15:4